IZIKO LOHLAHLELO LWEZIPHUMO
IZIKO LOHLAHLELO LWEZIPHUMO
PHAMBI KOKUBA UQALE...
Injongo yolu vavanyo kukubonisa izimvo kunye nemibono yamalungu kunye nabaqeshwa beSebe loKhuseleko (I-DOD) malunga neenguqu, ukuxhaswa koxolo, ubuhlanga, ukuba nako, iziphumo ze-SANDF / DOD kunye neemfuno zoqeqesho lweSingesi.
Iziphumo zolu vavanyo kukusincedisa ekuxabiseni utshintsho lokuphunyezwa olwenziwayo kwi-DOD kwaye lulandelwe. Kubalulekile ngoko ke, ukuba uphendule umbuzo ngamnye ngokunyaniseka kangangoko.
Olu ayilulo uvavanyo lolwazi kwaye akukho mpendulo ilungileyo okanye engalunganga. Umbono wakho yimpendulo elungileyo kuphela.
Iziko loHlahlelo lweZiphumo luya kuthatha ulwazi olunikwe nguwe njengemfihlo. Uya kuhlala ungaziwa njengoko iZiko loHlahlelo lweZiphumo liya kuhlahlela ulwazi oluqokelelweyo ngokwemeko zamaqela kuphela umzekelo amadoda kunye nabafazi ngokwahlukahlukeneyo.
Kulula ukugcwalisa iphepha lemibuzo njengoko imibuzo emininzi iphendulwa lula ngokwenza isangqa kwinombolo efanelekileyo yempendulo evumelana nawe okanye ebonisa uluvo lwakho olungcono.
Ukuba ngaba ufumana nayiphi na ingxaki ekugcwaliseni eli phepha lemibuzo, nceda ungathandabuzi ukufuna uncedo kumsebenzi wophando olwenziwayo / umphandi okanye uqhagamshelane noMnxeba woNcedo weziko loHlahlelo lweZiphumo kwa- 3124788 /8164788
Ukuthatha kwakho inxaxheba ekunikeni ulwazi olucacileyo kuxatyisiwe.
ULWAZI NGEBALI LOBOMI BOMNTU
Usebenza kweliphi iqela lomsebenzi?
Nceda uphendule le mibuzo ngokuthi wenze isangqa kwimpendulo oyikhethileyo
Ongekho mkhosini - UmNcedisi mLawuli nabangaphezulu
Ongekho mkhosini - Ongaphantsi komNcedisi mLawuli
Ukweliphi iqela labemi?
Umntu oNtsundu
Umntu weBala
Umntu oMhlophe
Ngaphambili bendili...
Siyintoni isini sakho?
Indoda
Umfazi
Mingaphi iminyaka yakho?
Ingama-24 okanye ngaphantsi
Ingama-25 ukuya kuma-34 eminyaka
Ingama-35 ukuya kuma-44
Ingama-45 nangaphezulu
INGUQU: IMFUNEKO YENGUQU
Ucinga okokuba kuyimfuneko ukuba I-DOD /SANDF itshintshe ngenxa yezi zizathu zilandelatyo. (Yenza uphawu kwimpendulo enye oyikhethileyo)
Ewe ngokuqinisekileyo
Ewe kwinqanaba elithile
Andazi
Hayi, ncam
Hayi, akunjalo
Ulawulo ngomelo/ ezopolitiko kunye nemithetho yolawulo eMzantsi Afrika
Ukungabikho kwempatho yomkhosi
Ukuphakanyiswa kwentlalo noqoqosho kubalulekile kunokugcina iziko lomkhosi elinempumezo
Ukwenza iziko lomkhosi libe lincinane, kodwa libe lelisebenzayo (Ngobuchule kwaye libe nenkqubela phambili nangobugcisa)
UHLOBO LWENKQUBO YENGUQU
Ngokukhawuleza ngethutyana nje elincinci
Ngokuthe chu ngexesha elide
Uhlobo lwenguqu kufuneka lube njani na?
Iziko lomkhosi elitsha kufuneka lakhiwe ngokupheleleyo
Kufuneka ulungelelaniso kulo mkhosi ukhoyo
INKQUBO EYENZIWE NENGUQU
Uyiva njani inkqubela eyenziwe nenkqubo yenguqu?
Inguqu iyilwe ngokugqibeleleyo
Inguqu ayiyilwanga ngokuthe ncam
Qhuba kakuhle kakhulu
Qhuba kakuhle
Qhuba kakuhle ngokufanelekileyo
Qhuba kakubi
Qhuba kakubi kakhulu
Andinalwazi
UKUBANDAKANYEKA KWABAPHATHI ABAPHEZULU
Abaphathi abaphezulu baya yikhuthaza le nkqubo
Abaphathi abaphezulu baya yilibazisa inkqubo
Ingaba ucinga okokuba abalawuli abaphezulu be-SANDF bajonge kwimidla yawo onke amalungu kunye namaqela kwinkqubo yenguqu?
Ewe
Hayi
INJONGO YENGUQU
Ingaba kuyenzeka na ukuba kufikelelwe kwezi njongo zeenguqu zilandelayo ngo-2004/05 ngaphandle kokuhlangabezana namandla anobuchule/ anomtsalane e-SANDF
Ewe ngokuqinisekileyo
Ewe kwinqanaba elithile
Andazi
Hayi ncam
Hayi akunjalo a.
Ukulungelelanisa inani labaqeshwa ngokuphathelele kwisakhiwo esitsha kunye nomlinganiselo we-SANDF
Ukusebenzisa ukulingana ngesini e.
Ukwenza iziko lomkhosi elicacileyo f.
Ukwenza iziko lomkhosi phantsi kolawulo lomntu
IMISEBENZI YEENGUQU
UNGALUCHAZA NJANI ULUVO LWABAHLOBO BAKHO NGOKUPHATHELELE NOKU KULANDELAYO? (YENZA UPHAWU OLUNYE KWIMPENDULO OYIKHETHILEYO)
Ngokuqinisekileyo kakhulu
Ngokuqinisekileyo kakuhle
Andazi
Ngokulandulayo
Ngokulandulayo kakhulu a.
Indlela ekuthi ukumanya kuqhutywe ngayo b.
Isantya ekuthii ukumanya kwenziwe ngaso c.
Isantya ekuthi uhlengahlengiso lwenziwe ngaso e.
Inxenye yohlengahlengiso f.
Ukuncitshiiswa koqingqo mali lweziko lomkhosi h.
Indlela olwenziwa ngayo ulingano ngokwesini j.
Isiqalo soNobhala bequmrhu elikhulu lomkhosi k.
Indlela inkqubo yabaqeshwa besakhiwo esitsha eqhutywa ngayo(izithuba ezikhoyo)
UKUPHUNYEZWA KWENGUQU
Bonisa ukuba uyavumelana okanye awuvumelani kangakanani na nezi ngxelo zilandelayo:
Ndivumelana ngokucacileyo
Ndiya vuma
Andinaluvo
Andivumelani
Andivumelani ngokucacileyo a.
Ngenxa yenguqu amalungu amaninzi alahlekelwa zimpembelelo ekwenzeni umsebenzi wawo b.
Ndanelisekile lukhuseleko lwasemsebenzini wam c.
Ndiya neliseka ngamathuba okunyuselwa d.
Ndamkele isiko elitsha lomkhosi e.
Ndiya vumelana neemeko ezintsha zolawulo f.
Ndamkele iindlela ezintsha zomsebenzi g.
Ndivumelana nenkqubo entsha yolwimi
Ndicinga ukuyishiya I-SANDF kwiminyaka emibini ezayo k.
IINDAWO EZINENGXAKI
Koku kulandelayo kokuphi okubona kuyindawo enengxaki kwi-DOD / SANDF enenguqu ( phawula ENYE oyikhethileyo kumbuzo NGAMNYE )
Ewe ngokuqinisekileyo
Ewe kwinqanaba elithile
Andazi
Hayi ncam
Hayi akunjalo a.
Izithethe zomkhosi kunye nemigaqo ziyehla ngenxa yokumanya b.
Izixhobo zishiywe lixesha / ziphelelwe lixesha c.
Ukwahlukana ngezimvo kumasiko omkhosi d.
Ukwahlukana kwindlela ekucingwa ngayo e.
Ukwahlukana ngokweelwimi f.
Amathuba alinganayo kumadoda nabafazi
Impatho ekhethekileyo yesiko elithile kunye namaqela esini ( inkqubo yoniko mathuba kwabo bahlelelekileyo)
Ubuhlanga m.
Ukwahlukana ekuchazeni iinkqubo ze-DOD
UNXIBELELWANO NGENGUQU
Uyavumelana okanye awuvumelani kangakanani na nezi ngxelo zilandalayo:
Ndivumelana ngokuqinisekileyo
Ndiyavuma
Andinaluvo
Andivumelani
Andivumelani ngokuqinisekileyo a.
Kunzima ukufumana ulwazi ngenguqu b.
Ulwazi ngenguqu aluthembakalanga kwaye aluchanekanga c.
Ulwazi endilufumanayo ngenguqu aluthethi ngengxaki yam d.
Kukho iindlela zonxibelelwano eziphumezayo apho kunokuthi iimpendulo kwimibuzo yamalungu e-DOD ngeenguqu zinokufumaneka khona
Kukowuphi na umthombo olandelayo wolwazi onokuthi uwukhethe ekufumaneni ulwazi olunzima ngenguqu? ( KHETHA ECHANELEKILEYO IBENYE KUPHELA)
Umphathiswa wezoKhuseleko
Unobhala weZokhuseleko
Intloko yeNkonzo yakho / iCandelo
U-OC, umlawuli, umphathi okufuphi kanye
Imiyalelo kunye neenkqubo
Unxibelelwano olwenziwa ngosasazo lweendaba zika wonke-wonke
Enye nje
Bonisa ukuba uyavumelana okanye awuvumelani kangakanani na nezi ngxelo zilandelayo ngemicimbi yonxibelelwano kwiqela lakho lomsebenzi
Ndivumelana ngokuqinisekileyo
Ndiyavuma
Andinaluvo
Andivumi
Andivumelani ngokuqinisekileyo a.
Igosa lam elilawulayo luyalufihla ulwazi olubalulekileyo ngenkqubo yenguqu b.
Ixesha elincinane kakhulu lonxibelelwano phakathi kweqela elilawulayo kunye nelabo baphethweyo liya nikwa kwiqela lam lomsebenzi c.
Ndinokuzithemba ekutyhileni izimvo zam kwiqela lam lomsebenzi d.
Igosa lam elilawulayo alilihloniphi isiko lam e.
Kwiqela lam lomsebenzi ulwalamano phakathi kwamalungu abemi abohlukahlukeneyo buyaxhalabisa ngamanye amaxesha f.
Igosa lam elilawulayo linxibelelana ngokuphandle nabo libaphetheyo g.
Kukho imeko yokuthembana kwiqela lam lomsebenzi
UKUXHASWA KOXOLO
Ingaba ubona kuyimfuneko kwi-DOD/SANDF ukumisela ukulwa kokuxhaswa koxolo lomkhosi kwamanye amazwe ngenxa yoku kulandelayo?
Ewe kwinqanaba elithile
Andazi
Hayi ncam
Hayi akunjalo a.
Ukuphepha ukungena kweembacu eMzants Afrika c.
Ukuxhasa imisebenzi yenkxaso yoxolo yoLwakhiwo lweBandla loMzantsi Afrika e.
Ukuxhasa imisebenzi yobumbano lwenkxaso yoxolo lwe-Afrika f.
Ukuxhasa imisebenzi yenkxaso yoxolo yaMazwe aBumbeneyo g.
Ngenxa yokuba inika amava alungileyo kumajoni
Bonisa ukuba uyavumelana okanye awuvumelani kangakanani na nezi ngxelo zilandelayo kwimisebenzi yenkxaso yoxolo...
Ndivumelana ngokuqinisekileyo
Ndiyavuma
Andinaluvo
Andivumelani
Andivumelani ngokuqinisekileyo a.
I-DOD / SANDF ayinamali yaneleyo kwaye futhi ayinazixhobo zilungileyo ezinokumiselwa umlo wemisebenzi yokuxhasa uxolo b.
I- DOD / SANDF akufuneki ithathe inxaxheba kwimisebenzi yokuxhaswa koxolo kweli nqanaba kuba amalungu ayo akakakulungeli ukulwa c.
Imisebenzi yokuxhasa uxolo ixabisa imali eninzi esiyidingayo e -SA ukuphakamisa abantu bethu
Ingaba yeyiphi ENYE kwezi ngxelo zilandelayo engcono emela uluvo lwakho ekuzibandakanyeni kwe-DOD kwimisebenzi yenkxaso yoxolo?
I-DOD akufunekanga ivunyelwe ukumisela umlo womkhosi oxhasa uxolo kwelinye ilizwe
I-DOD akufunekanga ivunyelwe ukumisela umlo womkhosi oxhasa uxolo kwilizwe lasebumelawaneni kuphela
I-DOD akufunekanga ivunyelwe ukumisela umlo womkhosi oxhasa uxolo kwamanye amazwe e-Afrika kuphela
I-DOD akufunekanga ivunyelwe ukumisela umlo womkhosi kulo naliphi na ilizwe jikelele - phesheya kolwandle kunye nakwi-Afrika
Andiqinisekanga / andinalwazi
Ukuba uMzantsi Afrika kweli nqanaba unqwenela ukuthumela umkhosi oxhasa uxolo kwelinye ilizwe, ndiyaku...(KHETHA IBENYE KUPHELA IMPENDULO)
Zinikela iinkonzo ngokuzithandela
Nikezela ngeenkonzo zam ukuba kucelwe oko kum
Thatha inxaxheba ukuba ndiyalelwe ukwenza oko
UBUHLANGA
Ingaba ucinga / ufumanisa okokuba le mimiselo ilandelayo, ukwenziwa kwemimiselo kunye neemeko kunyusa izinga lobuhlanga?
Ewe ngokuqinisekileyo
Ewe kwinqanaba elithile
Andazi
Hayi, ncam
Hayi akunjalo a.
Imimiselo /imithetho yokungabikho ngaphandle kwekhefu (AWOL)
Ukulungiswa ligosa elilawulayo / umphathi / umntu omkhulu d.
Igosa elilawulayo / umphathi / umntu omkhulu lilungu leqela labemi abohlukileyo e.
Ukunyanzelwa kwengqeqesho f.
Ukwenza isifundo esithile uze ulinde ukonyuselwa
Bonisa ukuba uyavumelana okanye awuvumelani kangakanani na nezi ngxelo zilandelayo:
Ndivumelana ngokuqinisekileyo
Ndiya vuma
Andinaluvo
Andivumi
Andivumi ngokuqinisekileyo a.
Amalungu amhlophe azibona engaphezulu kunelinye iqela labemi xa kuthethwa ngoqeqesho / amava angaphambili b.
Imikhosi ethile yangaphambi ko-1994 ifumana impatho ekhethekileyo [ Umzekelo bafumana inxalenye yoncedo ( ukunyuselwa, ukuvunyelwa kwezifundo,inkuthazo ngomsebenzi njalo njalo) xa kuthelekiswa neminye imikhosi]
Amalungu afumana ubuhlanga kumaqela abemi angaphezulu kunesinye e.
Into ebonisa okokuba inxalenye yamagosa amhlophe, kodwa ezinye iindidi azikho njalo, ibonisa okokuba I-DOD inobuhlanga
Ngokombono wakho, ingaba unxulumano phakathi kwamalungu eqela labemi abohlukahlukeneyo kwiqela lakho lomsebenzi libenokuphucuka okanye libe ngakumbi kwinto ebeliyiyo kwiminyaka emibini yokugqibela edlulileyo?
Libe nokuphucuka
Lisenjengoko lalinjalo kwiminyaka emibini edlulileyo
Andinalwazi -Bendisebenza kwiqela lam lomsebenzi ixesha leminyaka emibini ubuncinane
Ingaba ucinga ubuhlanga okanye ucalulo ngokobuhlanga benzeka kangakanani na kwi-DOD?
Ngokuyinxenye encinane
Ngokuyinxenye eyanelisayo
Ngokuyinxenye enkulu
Ngokuyinxenye enkulukazi
Andinalwazi
Ingaba ucinga okokuba isixa semali esichithwa kukhuseleko eMzantsi Afrika si ... (KHETHA IMPENDULO IBENYE KUPHELA)
Ncinane kakhulu ngeyona ndlela
Ncinane kakhulu
Yanele
Ninzi kakhulu
Ninzi kakhulu ngeyona ndlela
Andinalwazi
Kulungile kakhulu
Kulungile
Uthobekile
Uthobekile kakhulu
Andinaluvo
JIKELELE
Bonisa okokuba uyavumelana okanye awuvumelani kangakanani na nezi ngxelo zilandelayo:
Ndivumelana ngokuqinisekileyo
Ndiyavuma
Andinaluvo
Andivumelani
Andivumelani ngokuqinisekileyo a.
Ndinokuqiniseka okokuba abaphathi kunye nabalawuli be-DOD baya kuxoxa eminye yemiba kuqwalselo labo ngokuphathelele kolu vavanyo b.
Ingaba luluphi ulwimi lwakho lwasekhaya?
IsiBhulu
Ezinye iilwimi zaseMpumalanga
Yintoni izinga lakho eliphezulu lothwaso zifundo?
Izifundo ezingaphaya kwebanga leshumi
Kakuhle kangakanani na...
Ngokuthobekileyo
Umgangatho ophakathi
Ewe
Hayi phucula isiNgesi sakho ngobugcisa?
fumana uqeqesho lodidi lweDyunivesithi?
enza izifundo ezingamiselekanga?
fumana uqeqesho lwangaphakathi olusemva kwenye into?
zifundela uzimele ngokwakho?
funda olunye ulwimi ngaphandle kwesiNgesi?
Ingaba ufumana iingxaki...
Ewe
Hayi ekuzenzeni uqondwe xa ubhala isiNgesi?
ekuzenzeni uqondwe xa uthetha isiNgesi?
ekuqondeni abanye xa bethetha isiNgesi?
ekubhaleni imbalelwano kunye namaxwebhu ngesiNgesi?
ekusebenziseni iinkonzo zembalelwano ze-CSW?
Akunjalo
Ngamanye amaxesha
Amaxesha amaninzi
Maxa onke
Ingaba isiNgesi sakho silungile ngokwaneleyo ukwenza umsebenzi ngokwanelisekileyo?
Ingaba uyaluqonda ulwimi lwesiNgesi olusetyenziswa kwincwadi yezintlu, imigaqo kunye namaxwebhu enkqubo?
Ingaba inkqubo yolwimi lwe-DOD iyawonakalisa umsebenzi wakho ngohlobo oluthile?
Ewe
Hayi
Ingaba unabo abo ubaphetheyo okanye ungumqeqeshi wabafundi?
Abo kuphela banabo babaphetheyo, okanye abangabaqeqeshi, kufuneke baphendule umbuzo-41 ukuya ku-43
Ingaba abo ubaphetheyo / abafundi bafumana ubunzima koku kulandelayo:
Abambalwa kubo
Inxalenye yabo
Xa bebonke
Ekuzenzeni baqondwe xa bebhala isiNgesi?
Ekuzenzeni baqondwe xa bethetha isiNgesi?
Ekuqondeni amaxwebhu / imigaqo ebhalwe ngesiNgesi?
Ekuqondeni abanye xa bethetha isiNgesi?
Ekwenzeni imisebenzi efuna ulwazi lwesiNgesi oluphambili?
Ekusebenziseni iinkonzo zembalelwano ze-CSW?
Ingaleliphi icebo olinikayo ekusombululeni ezi ngxaki?
Ewe
Hayi
Izinga loqeqesho lweDyunivesithi
Izifundo ezingamiselekanga
Ukufumana uqeqesho lwangaphakathi olusemva kwenye into
Ukuzifundela ngokwakho
Ewe
Hayi
Ingaba ungaluxabisa na uncedo kwigcisa lolwimi ukumisela inkqubo yempucuko yabo ubaphetheyo / abafundi?
ENKOSI NGEXESHA KUNYE NENXAXHEBA YAKHO
YIMFIHLELO YAKUBA IGQITYIWE
YIMFIHLELO YAKUBA IGQITYIWE
